Ndiza by Zahara

zahara

Ndiza by Zahara
 
Ndihambile,
Ndibonile,
Bandixelele,
Bandinikile,
Ndingafunanga,
Ndingabuzanga,
Ndiza kundiza,
Ndizawbuya ndikuphatel’ intliziyo yam’,
Uzuyenze msulwa yona,
Aah ndiza, ndiza kundiza,
Ndizawbuya ndikuphatel’ intliziyo yam’,
Uzuyenze msulwa yona
Aah ndiza ndiza kundiza,
Ndizawbuya ndikuphatel’ intliziyo yam’,
Uzuyenze msulwa yona
Aah ndiza ndiza kundiza,
Ndizawbuya ndikuphatel’ intliziyo yam’,
Uzuyenze msulwa yona
Ndizamu kucinga haa
Ndiya hluleka haa
Ingqondo yam
Iyakhawuleza.
Kuyehla kuyasa
Kum kuyafana
Ndonakeeeele
Ndiza kundiza,
Ndizawbuya ndikuphatel’ intliziyo yam’,
Uzuyenze msulwa yona,
Aah ndiza, ndiza kundiza,
Ndizawbuya ndikuphatel’ intliziyo yam’,
Uzuyenze msulwa yona
Aah ndiza ndiza kundiza,
Ndizawbuya ndikuphatel’ intliziyo yam’,
Uzuyenze msulwa yona
Aah ndiza ndiza kundiza,
Ndizawbuya ndikuphatel’ intliziyo yam’,
Uzuyenze msulwa yona

Translation: 
 
I’ve walked, 
I’ve seen, 
They told me, 
They gave me, 
Without me agreeing, 
Without me wanting, 
I’m going to come back bringing you my heart so that you can make it pure/innocent, 
I’m trying to think and its difficult my mind is runing around, 
It’s day light it is night time to me its the same thing

Comments

(if you have questions you'd like to have answered, send them via email or inbox on Facebook)